toolkit/chrome/mozapps/update/updates.properties
author xh team [Pootle] <https://wiki.mozilla.org/L10n:Teams:xh>
Fri, 06 May 2022 07:43:47 +0200
changeset 990 756ef4ec56278ddf62e8a334b0e407970ee3fd2a
parent 908 83fc8d87a6afe31438b6c7ff10ecd9e8371ee6da
permissions -rw-r--r--
Bug 1507471 - Convert about:addons messages in extensions.properties to Fluent, part 2.

# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.

# LOCALIZATION NOTE: The 1st %S is brandShortName and 2nd %S is update version
# where update version from the update xml
# example: MyApplication 10.0.5
updateName=%S %S

noThanksButton=Hayi eNkosi
noThanksButton.accesskey=N
# NOTE: The restartLaterButton string is also used in
# mozapps/extensions/content/blocklist.js
restartLaterButton=Qalisa ngokutsha Kamva
restartLaterButton.accesskey=N
restartNowButton=Qalisa ngokutsha %S
restartNowButton.accesskey=R

statusFailed=Ufakelo aluPhumelelanga

installSuccess=Uhlaziyo lufakelwe ngempumelelo
installPending=Ufakelo lusalindelekile
patchApplyFailure=Uhlaziyo alukwazanga ukufakelwa (usetyenziso lopetsho aluphumelelanga)
elevationFailure=Akunazo iimvume ezifunekayo ukuze ufake olu hlaziyo. Nceda uqhagamshelane nomlawuli wakho wesistim.

check_error-200=Uhlaziyo lwefayile ye-XML engabumbekanga (200)
check_error-403=Ufikelelo lukhatyiwe (403)
check_error-404=Uhlaziyo lwefayile ye-XML ayifunyanwanga (404)
check_error-500=Impazamo yeseva yangaphakathi (500)
check_error-2152398849=Aluphumelelanga (ngesizathu esingaziwayo)
check_error-2152398861=Unxibelelwano lukhatyiwe
check_error-2152398862=Unxibelelwano luphelelwe lixesha
# NS_ERROR_OFFLINE
check_error-2152398864=Inethiwekhi ingaphandle kweintanethi (yiya kwi-intanethi)
check_error-2152398867=Iphothi ayivumelekanga
check_error-2152398868=Akukho ngcombolo ifunyenweyo (nceda uzame kwakhona)
check_error-2152398878=Iseva yohlaziyo ayifunyanwanga (khangela unxibelelwano lweintanethi yakho)
check_error-2152398890=Iseva yeproksi ayifunyanwanga (khangela unxibelelwano lweintanethi yakho)
# NS_ERROR_DOCUMENT_NOT_CACHED
check_error-2152398918=Inethiwekhi ingaphandle kweintanethi (yiya kwi-intanethi)
check_error-2152398919=Ugqithiselo lwengcombolo luye lwaphazamiseka (nceda uzame kwakhona)
check_error-2152398920=Unxibelelwano lweseva yeproksi lukhatyiwe
check_error-2153390069=Isatifiketi seseva siphelelwe lixesha (nceda lungisa ixesha lesistim yakho libe ngumhla nexesha ukuba alichanekanga)
check_error-verification_failed=Imfezeko yohlaziyo ayikwazanga ukuqinisekiswa