security/manager/security/pippki/pippki.ftl
author Francesco Lodolo (:flod) <flod@lodolo.net>
Tue, 17 May 2022 15:58:51 +0200
changeset 993 8e3b5561c5f38bacc61d43a7bc33ba2f2e91a3f9
parent 956 62324ee5182a0fe2bdf0aa70c5eefcf9152ee317
permissions -rw-r--r--
Remove obsolete files (region.properties, bookmarks.inc)

# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.

password-quality-meter = Umlinganiselo womgangatho wegama lokugqithisa

## Change Password dialog

change-password-old = Igama lokugqithisa langoku:
change-password-new = Igama lokugqithisa elitsha:
change-password-reenter = Igama lokugqithisa (kwakhona):

## Reset Password dialog

## Reset Primary Password dialog

reset-password-button-label =
    .label = Phinda umisele

## Downloading cert dialog

download-cert-window =
    .title = Kuthotywa Umthwalo Wesatifikethi
    .style = width: 46em
download-cert-message = Ucelwe ukuba uthembe Ugunyaziwe Wesatifikethi omtsha (CA).
download-cert-trust-email =
    .label = Themba le-CA ukuchonga abasebenzisi bemeyile.
download-cert-message-desc = Phambi kokuyithemba le-CA ngaso nasiphi isizathu, kufuneka uqale uhlole isatifikethi sayo nomgaqonkqubo kunye neendlela zokuqhuba (ukuba zikhona).
download-cert-view-cert =
    .label = Jonga
download-cert-view-text = Hlola isatifikethi se-CA

## Client Authorization Ask dialog

client-auth-window =
    .title = Isicelo Sokuchongeka Somsebenzisi
client-auth-site-description = Esi siza sicele ukuba uzichonge ngesatifikethi:
client-auth-choose-cert = Khetha isatifikethi osinikela nengendlela yokuchongeka:

## Set password (p12) dialog

set-password-window =
    .title = Khetha Isatifikethi Segama Lokugqithisa Lekopi Egciniweyo
set-password-message = Igama lokugqithisa lekopi yesatifikethi osimiselayo apho sikhusela ifayili yekopi eciniweyo oza kuyiyila msinyane.  Kufuneka umisele eli gama lokugqithisa ukuze uqhube ngekopi egcinwayo.
set-password-backup-pw =
    .value = Igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi:
set-password-repeat-backup-pw =
    .value = Igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi (kwakhona):
set-password-reminder = Okubalulekileyo: Ukuba ulibala igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi sakho, akusayi kukwazi ukubuyisela ikopi egcinwayo emva kwethuba.  Nceda yigcine ngokuyibhala kwindawo yokugcina ekhuselekileyo.

## Protected Auth dialog

protected-auth-msg = Nceda ugunyaze kwitokeni. Inkqubo yogunyazo ixhomekeka kuhlobo lwetokeni yakho.