security/manager/chrome/pipnss/nsserrors.properties
author Francesco Lodolo (:flod) <flod@lodolo.net>
Wed, 03 Aug 2022 14:07:20 +0200
changeset 994 6806fe98d0fc7e377350574c144843123a8766ba
parent 405 7787376e62988e06db331a9d91d4a2fff8a2ce54
permissions -rw-r--r--
Bug 1586984 - Add empty FTL files to repository to avoid English fallback

# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.

SSL_ERROR_EXPORT_ONLY_SERVER=Ayikwazi kunxibelelana ngokukhuselekileyo. Umlingane akakuxhasi ukukhowuda okukumgangatho ophezulu.
SSL_ERROR_US_ONLY_SERVER=Ayikwazi kunxibelelana ngokukhuselekileyo. Umlingane ufuna ukukhowuda okukumgangatho ophezulu okungaxhaswayo.
SSL_ERROR_UNSUPPORTED_CERTIFICATE_TYPE=Uhlobo lwesatifikethi olungaxhaswayo.
SSL_ERROR_WRONG_CERTIFICATE=Uku-othentikheyitha komthengi kusilele: ikhi yabucala kuvimba wekhi akudibani nekhi kawonkewonke kuvimba wesatifikethi.
SSL_ERROR_BAD_MAC_READ=I-SSL ifumene irekhodi eneMessage Authentication Code engachananga.
SSL_ERROR_BAD_MAC_ALERT=SSL peer reports incorrect Message Authentication Code.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_HELLO_REQUEST=I-SSL ifumene umyalezo ongayilwanga kakuhle weRequest woxhawulo lwezandla.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CLIENT_HELLO=I-SSL ifumene umyalezo woxhawulo ngesandla ongenziwanga weClient Hello..
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_SERVER_HELLO=I-SSL ifumene iServer Hello engenziwanga kakuhle yomyalezo yoxhawulo ngesandla.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CERTIFICATE=I-SSL ifumene iSatifikethi esingenziwanga kakuhle semiyalezo yokubamba ngesandla.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_SERVER_KEY_EXCH=I-SSL ifumene iKhi yeSeva Yotshintsho engenziwanga kakuhle yemiyalezo yokubamba ngesandla.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CERT_REQUEST=I-SSL ifumene umyalezo ongayilwanga kakuhle weCertificate Request woxhawulo zandla.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_HELLO_DONE=I-SSL ifumene umyalezo ongayilwanga kakuhle weServer Hello Done woxhawulo lwezandla.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CERT_VERIFY=I-SSL yafumana umyalezo wokuHlolwa kweSatifikethi woxhawulo zandla.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CLIENT_KEY_EXCH=I-SSL ifumene iSatifikethi esingenziwanga kakuhle somyalezo yoxhawulo zandla Lotshintsho Lwekhi Yomthengi.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_FINISHED=I-SSL ifumene iFinished engayilwanga kakuhle yemiyalezo yokuxhawula ngesandla.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CHANGE_CIPHER=I-SSL ifumene ingxelo yeChange Cipher Spec.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_ALERT=I-SSL ifumene ingxelo engayilwanga kakuhle yeSilumkiso.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_HANDSHAKE=I-SSL ifumene ingxelo engayilwanga kakuhle yoXhawulo-zandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_HELLO_REQUEST=I-SSL ifumene umyalezo ongayilwanga kakuhle weHello Request woxhawulo lwezandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CLIENT_HELLO=I-SSL ifumene umyalezo ongalindelekanga woxhawulo-zandla weClient Hello.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_SERVER_HELLO=I-SSL ifumene iServer Hello engalindelwanga enomyalezo woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CERTIFICATE=I-SSL ifumene iSatifikethi esingalindelwanga esinomyalezo woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_SERVER_KEY_EXCH=I-SSL ifumene iSatifikethi esingalindelwanga esinomyalezo woxhawulo-zandla Wotshintsho Lwekhi Yeseva.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CERT_REQUEST=I-SSL ifumene iSicelo seSatifikethi esingalindelwanga esinomyalezo woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_HELLO_DONE=I-SSL ifumene iServer Hello Done engalindelwanga enomyalezo woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CERT_VERIFY=I-SSL ifumene iCertificate Verify engalindelwanga enomyalezo woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CLIENT_KEY_EXCH=I-SSL ifumene iClient Key Exchange esingalindelwanga enomyalezo woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_FINISHED=I-SSL ifumene umyalezo ongalindelekanga oGqityiweyo woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CHANGE_CIPHER=I-SSL ifumene irekhodi yeChange Cipher Specengalindelwanga.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_ALERT=I-SSL ifumene irekhodi engalindelekanga Yokulumkisa.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_HANDSHAKE=I-SSL ifumene irekhodi yokuxhawula ngesandla engalindelekanga
SSL_ERROR_GENERATE_RANDOM_FAILURE=I-SSL iye yafumana ukusilela ngenxa yejenereyitha yayo yenani elikhawulezileyo.
SSL_ERROR_SERVER_KEY_EXCHANGE_FAILURE=Ukusilela okungachazwanga ngoxa iprosesa Utshintshwano Lwekhi yeSeva yeSSl yoxhawulo ngesandla.
SSL_ERROR_CLIENT_KEY_EXCHANGE_FAILURE=Ukusilela okungachazwanga ngoxa iprosesa Utshintshwano Lwekhi yoMthengi yeSSL yoxhawulo ngesandla.
SSL_ERROR_NO_TRUSTED_SSL_CLIENT_CA=Akukho gunya lesatifikethi lithenjiweyo kugunyaziso lomthengi we-SSL.
SSL_ERROR_DECRYPTION_FAILED_ALERT=Umlingane akakwazanga ukususa ikhowudi kwirekhodi ye-SSL eyifumeneyo.
SSL_ERROR_DECODE_ERROR_ALERT=Umlingane akakwazi ukususa ikhowudi kumyalezo we-SSL woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_USER_CANCELED_ALERT=Umsebenzisi ongumhlobo ucime uxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_CERTIFICATE_UNOBTAINABLE_ALERT=Umhlbo we-SSL akakwazanga kufumana isatifikethi sakho ngokusuka kwi-URL enikiweyo.
SSL_ERROR_BAD_CERT_STATUS_RESPONSE_ALERT=Umlingane we-SSL akakwazanga ukufumana impendulo ye-OCSP yesatifikethi sayo.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_NEW_SESSION_TICKET=I-SSL ifumene iTikiti Leseshoni Entsha enomyalezo woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_NEW_SESSION_TICKET=I-SSL ifumene iTikiti Leseshoni Entsha elingenziwanga kakuhle elinomyalezo woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_DECOMPRESSION_FAILURE=I-SSL ifumene ingxelo ekompresiweyo engakwaziyo ukuyekiswa ukukompreswa
SSL_ERROR_UNSAFE_NEGOTIATION=Umhlobo uzame uhlobo lwakudala (enokuba sengozini) eyokuxhawula isandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_UNCOMPRESSED_RECORD=I-SSL ifumene irekhodi yokuxhawula ngesandla engakhompreswanga.
SSL_ERROR_FEATURE_NOT_SUPPORTED_FOR_SERVERS=Ifitsha yeSSL ayixhaswa kwiiseva.
SSL_ERROR_FEATURE_NOT_SUPPORTED_FOR_CLIENTS=Ifitsha yeSSL ayixhaswa kumthengi.
SSL_ERROR_CIPHER_DISALLOWED_FOR_VERSION=Umhlobo we-SSL ukhethe icipher suite eyalelwe uhlobo lweprotokoli ekhethiweyo.
SSL_ERROR_RX_MALFORMED_HELLO_VERIFY_REQUEST=I-SSL ifumene umyalezo ongayilwanga kakuhle weHello Verify Request yoxhawulo lwezandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_HELLO_VERIFY_REQUEST=I-SSL ifumene iHello Verify Request engalindelekanga enomyalezo woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CERT_STATUS=I-SSL ifumene iCertificate Status engalindelwanga esinomyalezo woxhawulo-zandla.
SSL_ERROR_INCORRECT_SIGNATURE_ALGORITHM=I-algorithimu yosayino olungachananga ichazwe kwi-elementi esayinwe ngedijithali.
SSL_ERROR_WEAK_SERVER_CERT_KEY=Isatifikethi seseva siqukiwe kwikhi kawonke wonke ebi-ethe ethe kakhulu.
SEC_ERROR_INPUT_LEN=ilayibrari yokhuseleko iye yafumana impazamo yobude be-input.
SEC_ERROR_INVALID_ARGS=ilayibrari yokhuseleko; iingxoxo ezingezizo.
SEC_ERROR_INVALID_ALGORITHM=ilayibrari yokhuseleko; ialgorithimu engeyiyo.
SEC_ERROR_INVALID_AVA=ilayibrari yokhuseleko; i-AVA engeyiyo.
SEC_ERROR_BAD_PASSWORD=Iphaswedi yokhuseleko efakiweyo ayichananga.
SEC_ERROR_DUPLICATE_CERT_NAME=Igama lesatifikethi elidawnlowudiweyo liphindaphinda elo sele likuvimba wakho.
SEC_ERROR_EXPIRED_ISSUER_CERTIFICATE=Isatifikethi somkhuphi wezatifikethi siphelile. Hlola umhla nexesha lesistim.
SEC_ERROR_CRL_INVALID=I-CRL entsha inolungiselelo olungasebenziyo.
SEC_ERROR_PKCS7_KEYALG_MISMATCH=Ayikwazi kudikripta: i-algorithim yoku-enkript ikhi ayingqamani nesatifikethi sakho.
SEC_ERROR_UNSUPPORTED_KEYALG=I-algorithimu yekhi engaxhaswayo nengaziwayo.
SEC_ERROR_DECRYPTION_DISALLOWED=Ayikwazi kudikripta: i-enkripta isebenzisa i-algorithim engavunyelwanga okanye isayizi yekhi.
XP_SEC_FORTEZZA_BAD_PIN=I-pin Engasebenziyo
SEC_ERROR_NO_KRL=Ayikho iKRL yesi satifikethi sesayithi efunyenweyo.
SEC_ERROR_KRL_EXPIRED=IKRL yesi satifikethi sesayithi iphinde yavuselelwa.
SEC_ERROR_REVOKED_KEY=Ikhi yesi satifikethi sesayithi siphinde savuselelwa.
SEC_ERROR_KRL_INVALID=I-KRL entsha inefomathi engasebenziyo.
XP_JAVA_CERT_NOT_EXISTS_ERROR=Lo prinsipali akanaso isatifikethi
SEC_ERROR_BAD_EXPORT_ALGORITHM=Ialgorithimu efunekayo ayivunyelwanga.
SEC_ERROR_PKCS12_UNSUPPORTED_VERSION=Ayikwazi kuthumela ngaphakathi.Uhlobo lwefayile aluxhaswa.
SEC_ERROR_INADEQUATE_CERT_TYPE=Uhlobo lwesatifikethi aluvunyelwanga usetyenziso.
SEC_ERROR_PKCS12_IMPORTING_CERT_CHAIN=Ayikwazi kuthumela ngaphakathi. Impazamo ekuzameni ukuthumela ngaphakathi umxokelelwane wesatifikethi.
SEC_ERROR_PKCS12_UNABLE_TO_LOCATE_OBJECT_BY_NAME=Ayikwazi ukuthumela ngaphandle. Ayikwazi kufumana isatifikethi okanye ikhi ngokwegama lesiteketiso.
SEC_ERROR_PKCS12_UNABLE_TO_EXPORT_KEY=Ayikwazi kuthumela ngaphandle. Ikhi Yabucala ayinakufunyanwa ize ithunyelwe ngaphandle
SEC_ERROR_PKCS12_UNABLE_TO_WRITE=Ayikwazi kuthumela ngaphandle. Ayikwazi kubhala ifayile yokuthumela ngaphandle
SEC_ERROR_PKCS12_UNABLE_TO_READ=Ayikwazi kuthumela ngaphandle. Ayikwazi kuunda ifayile yokuthumela ngaphandle
SEC_ERROR_INVALID_PASSWORD=Iphaswedi efakiweyo ayichananga. Sicela ukhethe eyahlukileyo.
SEC_ERROR_NOT_FORTEZZA_ISSUER=Umxokelelwane womlingane iFORTEZZA ineSatifikethi esingesiso eseFORTEZZA.
SEC_ERROR_CANNOT_MOVE_SENSITIVE_KEY=Ikhi enochuku ayinakusiwa kwisloti efuneka kuso.
SEC_ERROR_JS_INVALID_MODULE_NAME=Igama lemodyuli engasebenziyo.
SEC_ERROR_JS_ADD_MOD_FAILURE=Ayikwazi kufakela imodyuli
SEC_ERROR_JS_DEL_MOD_FAILURE=Ayikwazi kucimeka imodyuli
SEC_ERROR_OLD_KRL=I-KRL entsha ayiyo eyasemva kwale intsha.
SEC_ERROR_OCSP_UNKNOWN_RESPONSE_TYPE=Intsabelo ye-OCSP ayinakudikhodwa ngokuzeleyo; yeyohlobo olungaziwayo.
SEC_ERROR_OCSP_UNAUTHORIZED_RESPONSE=Umsayini wentsabelo ye-OCSP ayigunyaziswanga ukunika imo yesi satifikethi.
SEC_ERROR_OCSP_INVALID_SIGNING_CERT=Isatifikethi sosayino esingesiso se-OCSP kwintsabelo ye-OCSP.
SEC_ERROR_UNKNOWN_AIA_LOCATION_TYPE=Uhlobo olungaziwayo lwendawo kwicert AIA eyandisiweyo
SEC_ERROR_BAD_HTTP_RESPONSE=Iseva ibuyisele impendulo engentle yeHTTP
SEC_ERROR_BAD_LDAP_RESPONSE=Iseva ibuyisele impendulo engentle yeLDAP
SEC_ERROR_PKCS11_FUNCTION_FAILED=Imodyuli yePKCS #11 ibuyise i-CKR_FUNCTION_FAILED, ibonisa ukuba umsebenzi oceliweyo awunakwenziwa. Ukuzama umsebenzi ofanayo kwakhona kusenokuphumelela.
SEC_ERROR_PKCS11_DEVICE_ERROR=I-PKCS #11 modyuli ibuyisele i-CKR_DEVICE_ERROR, ibonisa ukuba ingxaki iye yavela ngetokheni okanye islothi.